Molweni Zihlobo zam ndingu zanokuhle mahlambi be ndingumntu osebenza emizini yabantu eMonti ndisebenzela ukuba kubekho into yokutya ekhaya nokuba abantwana bam banxibe bafane nabanye abantwana bendihlala ku mjondolo nabantwana bami ,Kuthe ngenye imini kukusasa ndiphindela emsebenzini ndeva omnye utata encokola nomfana wayehleli ecaleni kwakhe More
R950