0647840772 Molweni Igama lami Thobile ndingumntu osebenza emizini yabantu eMonti ndisebenzela ukuba kubekho into yokutya ekhaya nokuba abantwana bam banxibe bafane nabanye abantwana bendihlala ku mjondolo nabantwana bami ,Kuthe ngenye imini kukusasa ndiphindela emsebenzini ndeva omnye utata encokola nomfana wayehleli ecaleni kwakhe ndamamela ke More
ZAR650