Molweni guys ndinethemba loba nisaphila igama ndingu MONENHLE MINGWAZI ndhlala KWAMASHU ndicela ukuqala ngokunibalisa ngebali elincinci into eyenzeka empilweli yam ndashiywa ngabazali ndakhuliswa ngu makhulu ndinabantwana ababini awokuqala utata wakhe wabaleka esesesi sweni ndafumana mfokazi othile ndaqhuba naye impilo ndamitha umntana wasibini kwabamnandi uthe emvakwe nyanga ezimbini zayshintsha izinto naye wabaleka ndaphila nge mali yabantwana (child support grant ngenye mini ndithe ndiyo... More
ZAR650