0647840772 Molweni guys ndinethemba loba nisaphila igama ndingu MANHLE GUMENT ndhlala KWAMASHU ndicela ukuqala ngokunibalisa ngebali elincinci into eyenzeka empilweli yam ndashiywa ngabazali ndakhuliswa ngu makhulu ndinabantwana ababini awokuqala utata wakhe wabaleka esesesi sweni ndafumana mfokazi othile ndaqhuba naye impilo ndamitha umntana wasibini kwabamnandi uthe emvakwe nyanga ezimbini zayshintsha izinto naye wabaleka ndaphila nge mali yabantwana (child support grant ngenye mini ndithe... More
ZAR650