Molweni Zihlobo zam Igama Winnie Dlamini . ndingumntu osebenza emizini yabantu eMount Frere ndisebenzela ukuba kubekho into yokutya ekhaya nokuba abantwana bam banxibe bafane nabanye abantwana bendihlala ku mjondolo nabantwana bami ,Kuthe ngenye imini kukusasa ndiphindela emsebenzini ndeva omnye utata encokola nomfana wayehleli ecaleni kwakhe ndamamela ke ncoko leyo eyayimalunga nokutshintsha kwemeko lo tata ebekuyo nangendlela afum See more